-
20
pages
-
Afrikaans
-
Ebooks
-
2016
Description
UHloni uneekati ezimbini, uHlophe noDaki, ikati emhlophe nemnyama kodwa akayithandi yaye akayithembi le kati imnyama. Uthanda le kati imhlophe, ayibona iyeyona intle. Ubona ngathi ezi kati azidalwanga ngokufanayo. Kule ncwadi ucacisela umama wakhe ukuba kutheni ecinga ukuba le kati imhlophe ingcono kunale imnyama, ngeli lixa yena umama wakhe emcacisela ukuba ezi kati ziyafana, koko zahluke ngebala kuphela.
-
Publié par
-
Date de parution
01 janvier 2016
-
EAN13
9780620657181
-
Langue
Afrikaans
-
Poids de l'ouvrage
1 Mo