La lecture à portée de main
Vous pourrez modifier la taille du texte de cet ouvrage
Découvre YouScribe en t'inscrivant gratuitement
Je m'inscrisDécouvre YouScribe en t'inscrivant gratuitement
Je m'inscrisVous pourrez modifier la taille du texte de cet ouvrage
Description
Amantombazana antsundu angamadela-kufa, enza kwenzeke, kwaye ayawushukumisa umhlaba. Singaba ziingcali kwezenzululwazi, amagcisa, iinjineli okanye naluphi na uhlobo lobuvulandlela.
Amantombazana antsundu akhaliphile, silandela umzekelo wamanye amanina akhethekileyo! Nditsho amanina awayekhona phambi kokuba sizalwe – oodade bethu noomama bethu.
Incwadi ethi Sidalwe ngokukhethekileyo yincwadi eyakhayo nenika inkuthazo kumantombazana antsundu. Incoma indlela la mantombazana antsundu ngayo ngokwahlukileyo, anemizimba eyahlukileyo namile ngokwahlukileyo ngayo. Le ncwadi fundisa amantombazana hayi ukuzamkela nje kuphela koko ukubhiyozela indlela adalwe ngokukhethekileyo ngayo ngokwasemzimbeni, ngokweetalente zawo ngelixa ikwakhuthaza ukuba abe namaphupha amakhulu aphuhlise nesakhono sawo sokuyila.
Sujets
Informations
Publié par | Pan Macmillan South Africa |
Date de parution | 01 avril 2022 |
Nombre de lectures | 0 |
EAN13 | 9781776251223 |
Langue | Xhosa |
Poids de l'ouvrage | 8 Mo |
Informations légales : prix de location à la page 0,0314€. Cette information est donnée uniquement à titre indicatif conformément à la législation en vigueur.
Extrait
Ipapashwe okokuqala ngowama-2022
ngabakwaPan Macmillan South Africa
Private Bag X19
Northlands
Johannesburg
2116
Itekisi © 2022 Tshwanelo Serumola
Imizobo © 2022 Subi Bosa
Inguqulelo yesiXhosa nguXolisa Guzula
Uyilo leqweqwe nguZinelda McDonald
eBook by Full Circle
marike@fullcircle.co.za
ISBN 978-1-77625-121-6
e-ISBN 978-1-77625-122-3
Onke amalungelo agciniwe. Akukho nxalenye yale ncwadi emayiveliswe kwakhona, igcinwe okanye ifakwe nakwiyiphi na indlela yokuyikhupha, nangaluphi na uhlobo, nangayiphi na indlela (nokuba yeyombane, ukufotokopa, irekhodishwe okanye ngandlela yimbi na ke) ngaphandle kwemvume ebhaliweyo yompapashi. Nabani na othe wenza nasiphi na isenzo ngale ncwadi, loo nto eyenza kungekho sivumelwano, angamangalelwa, asiwe enkundleni yamatyala kulandwa intlawulo ngomonakalo onxulumene neso senzo.
Iincwadi zabantwana zakwaPanmacmillan
www.panmacmillan.co.za